A trip to the zoo is a simple and straight forward journey with very little to worry about. But for three special friends with special needs the journey can be daunting; full of worries and anxieties. Follow Ben Adam and Jasmine as they visit the zoo together and see the challenges they face along the way. 
<span style=color: rgba(255 0 0 1)>Uhambo oluya kwithalalezilwanyana luhambo olulula olungenazingxaki nolungenazinto zitheni ongazikhathaza ngazo. Kodwa kwaba bahlobo bathathu bakhethekileyonabanezidingo ezizodwa uhambo lungaluhambo olothusayo; oluzele kukuxhalaba. Landela uBen uAdam noJasmine njengoko betyelela ithala lezilwanyanabehamba bonke ze ubone imingeni abajongana nayo endleleni.
A bilingual edition of this book is available in the following languages: Afar Afrikaans Amharic Finnish Kinyarwanda Kirundi Luganda Malagasy Ndebele Oromo Sesotho Setswana Somali Somali Osmanya Shona Swahili Swedish Tigrinya Xhosa and Zulu.