IKati Eyayinothando: Xhosa Edition of The Healer Cat
Xhosa


LOOKING TO PLACE A BULK ORDER?CLICK HERE

Piracy-free
Piracy-free
Assured Quality
Assured Quality
Secure Transactions
Secure Transactions
Fast Delivery
Fast Delivery
Sustainably Printed
Sustainably Printed
Delivery Options
Please enter pincode to check delivery time.
*COD & Shipping Charges may apply on certain items.
Review final details at checkout.

About The Book

Celesse the healer cat is a highly respected member of the neighborhood. As the mistresss favorite cat she spends lazy days in the warmth of the house. One snowy night a mother hare rushes in desperate for help. Reluctantly the healer cat travels with her through a nighttime snowstorm and biting cold winds. In a dark forest Celesse comes face-to-face with a scary surprise and is forced to gather her powers for the first time in a while. --- U Khiti wayeyikati eyayidumile kwaye ithandwa ekuhlaleni. Wayethandwa kakhulu nangu Metroni lonto yayimenza ukuba xa esonqena aye kugcakamela ilanga endlwini yakhe. Kuthe ngemini ethile kwafika umama uMvundla efuna uncedo. Indlela awayexineke ngayo kwanyanzeleka ukuba u Khiti ahambe naye. Kwakusebusuku kubanda kwaye kukho neqabaka kolo hambo u Khiti wadibana neyona nto eyamothusa kakhulu. Emva kobobusuku obabunzima uhambo lwabo lwaba yimpumelelo. Laphuma ilanga ne ntliziyo ka Khiti yabonakala ichwayitile.
downArrow

Details